"Bamb' isandla sam, sibhabhe emafini
Mna noCarolina siyanicela
Yekan' ukuzicingela, mamela umaDlamini
Mna noCarolina, siyanimema
Bagqithile nabooVerwoerd, ngoku bekusithiwa uzasihlukumeza
Kanti walile nay' uPik Botha, phofu mna noCarolina"
Mna noCarolina siyanicela
Yekan' ukuzicingela, mamela umaDlamini
Mna noCarolina, siyanimema
Bagqithile nabooVerwoerd, ngoku bekusithiwa uzasihlukumeza
Kanti walile nay' uPik Botha, phofu mna noCarolina"
Freshly Ground
Bästa helgen på länge!
Bästa helgen på länge!
Inga kommentarer:
Skicka en kommentar